Episode 016 | Maziphathe - incoko ngokuzisebenzela no Nonopa Tenza

--:--
Sincokola no Nonopa Tenza ngokuzisebenzela okanye ukuba no maziphathe oqale njengesingxongxo umntu esaqeshiwe.

In this conversation with serial entrepreneur Nonopa Tenza we chat about starting a business while employed, also known as side hustling.
11 Jan 2022 Xhosa South Africa Business · Investing

Other recent episodes

Isiqendu 63 | Yintoni MTBPS

Kwincoko yanamhlanje sikunika inkcazelo ngezona zinto ezibalulekileyo ezikuchaphazelayo kwi MTBPS enikwe yi Minister of Finance u Mnumzana Enoch Godongwana
3 Nov 2023 12 min