Amanda Mankayi Radio

--:--
Vukanathi Breakfast Show was joined by Amanda Mankayi ,talking abour her brand new song indawo yam

follow us on facebook @Inkonjane community radio 'sixoxa sonke'
download our app on google play
22 Jul 2022 3AM Xhosa South Africa Government · Entertainment News

Other recent episodes

Wakanda Enternainment

Wakanda entertainment brings you, the 3rd annual Bizana ,Spring All White Experience do tune in Inkonjane fm 100.5Mhz folllow us on facebook "inkonjane community radio sixoxa sonke ,for updtaes daaankoooe studio line 0392520017/office 0392520288
6 Sep 4PM 1 min

uMdlalo uKholo neThemba (Drama)

Mamela uchunge chunge lomdlalo omfutshane uKholo neThemba noBhalwe ngu Azile Qoyiya ngoMvulo,Lwesithathu,nangoLwesihlanu phakathi kuka 12:30 eMini https://www.iono.fm/s/124/100.5Mhz Inkonjane Community Radio Sixoxa Sonke
29 Aug 8AM 1 min

Indida ngobu kumkani basemaMpondweni

Abantwana begazi kunye nabo bagcine imicimbi yobukumkani abathethi ngazwi linye konke ngomba wokuba ngubani na ekumele ukuba abengu kumkani emaMpondweni. Oku kuthi gqi emva kokukhothama kokumkani uZanozuko Sigcau. Kungoku nje akwazeki ukuba le mpikiswano iza kuphelela phi na njengokuba kusekho uku krutha-kruthana
24 Jul 3PM 1 hr 38 min

Iindaba

Bakhala ngezitamkoko abahlali bomandla womaspala INGQUZA HILL local Municipality ,phofu besithi uthi ungena ubuliswe sisitamkoko uthi uphuma siphinde sikuvalelise (Bye Bye)
5 Jul 11AM 3 min

Entrepreneurs

inkonjane Community Radio was hoined by Mr Luphelo Madida Zide, " Masakhe Sikhule Babhinci Program" ,To Talk about his Business Lets Meet and Eat
26 Jun 2PM 13 min