Isiqendu 43 | Utyalo-mali nge Index Tracking Funds

--:--
Incoko yethu yeyokuqala ecacisa ngo tyalo-mali nge Index Tracking Funds
Yeyokuqala le incoko kwezintandathu ezizayo ngenkxaso yabakwa Satrix Investments
12 Oct 2022 Xhosa South Africa Business · Investing

Other recent episodes

Isiqendu 63 | Yintoni MTBPS

Kwincoko yanamhlanje sikunika inkcazelo ngezona zinto ezibalulekileyo ezikuchaphazelayo kwi MTBPS enikwe yi Minister of Finance u Mnumzana Enoch Godongwana
3 Nov 2023 12 min