Isiqendu 50 | Siphendula umbuzo malunga ne homeloans nenzala yazo

--:--
Kule incoko siphendula umbuzo wesinye sezihlobo zenkqubo ukuze ucaciseleke malunga nomba we home loan nenzala yazo
15 Feb Xhosa South Africa Business · Investing

Other recent episodes

Isiqendu 55: Raising kids with a Financial Fitness Mindset

Incoko yethu namhlanje imalunga nencwadi ebhalwe ngu Amanda John kunye no Nelisiwe Mbara ebhalelwe abantwana. Ukanti ke ingonwatyelwa lusapho lonke. In today's discussion we chat about the book Raising Kids with a Financial Fitness Mindset with co author Amanda John
24 May 16 min

Isiqendu 54: Qondisisa kakuhle zonke iindleko (costs) ze investments zakho

Incoko yethu no Asavela Gwela ingakunceda uqondisise kakuhle zonke indleko (costs) ze investmets zakho kuba ziyayichaphazela indlela ekhula ngayo imali oyityalileyo. Khumbula ukuba kwezi ncoko sikwabela ulwazi oluphangaleleyo kwaye u 10X Investments oyi FSP number 28250 ugunyaziswe emthethweni Today's discussion with Khwezi Jackson comes to you with the good wishes…
9 May 11 min

Isiqendu 52 | Ziqhube njani imakete zemali kunyaka odlulileyo - incoko no Mthobeli Mankahla

Namhlanje sihlalutya indlela imakete zezimali eziqhube ngayo kunyaka odlulileyo kunye nesihlobo sethu esiyiyo nengcaphephe kwi financial services - uMthobeli Mankahla. Today's discussion focuses on understanding the performance of financial markets over the past year. Our good friend and a professional in financial services is Mthobeli Mankahla, he helps us understand…
29 Mar 25 min