Isiqendu 54 | Qondisisa kakuhle zonke iindleko (costs) ze investments zakho

--:--
Incoko yethu no Asavela Gwela ingakunceda uqondisise kakuhle zonke indleko (costs) ze investmets zakho kuba ziyayichaphazela indlela ekhula ngayo imali oyityalileyo.

Khumbula ukuba kwezi ncoko sikwabela ulwazi oluphangaleleyo kwaye u 10X Investments oyi FSP number 28250 ugunyaziswe emthethweni

Today's discussion with Khwezi Jackson comes to you with the good wishes of 10X Investments in order to contribute to financial education.

The content herein is provided as general information. It is not intended as nor does it constitute financial, tax, legal, investment, or other advice. 10X Investments is an authorized FSP (number 28250).
9 May Xhosa South Africa Business · Investing

Other recent episodes

Isiqendu 59 | Investa uzikhusela kwi fraud ubuqhetseba

Kubalulekile ukubeka imali bucala, kubaluleke ngakumbi ukuba ukhuseleke kubuqhetseba obugqubayo kulemihla. Incoko yethu no Khwezi Jackson ikunika icebiso lokuba uzikhusela kanjani na It is essential to invest your money safely because fraud is rampant. Our conversation with Khwezi Jackson from TenX Investment gives you useful information on how to invest…
18 Jul 12 min