Isiqendu 56 | Ingomso alithenjiswanga

--:--
Kuleveki ephelileyo, bendihleli no MaGasela sincokola malunga nendleko ezivelayo xa umntu eswelekelwe. Ayikho mnandi tu ke into yokuthetha ngokufa kodwa kubalulekile sincokole neentsapho zethu kwaye siqiniseke uba wonke umntu ulungiselelwe
31 May Xhosa South Africa Business · Investing

Other recent episodes

Isiqendu 59 | Investa uzikhusela kwi fraud ubuqhetseba

Kubalulekile ukubeka imali bucala, kubaluleke ngakumbi ukuba ukhuseleke kubuqhetseba obugqubayo kulemihla. Incoko yethu no Khwezi Jackson ikunika icebiso lokuba uzikhusela kanjani na It is essential to invest your money safely because fraud is rampant. Our conversation with Khwezi Jackson from TenX Investment gives you useful information on how to invest…
18 Jul 12 min