Epokothweni with Babalwa Nonkenge

SOLID GOLD PODCASTS #BEHEARD  |  Podcast , ±31 min episodes every 1 week, 2 days  | 
Accessible conversations about financial stewardship in IsiXhosa.

Sincokola ngokuphathwa kakuhle kwemali ngendlela efikelelekayo ngolwimi lwesixhosa.

Accessible conversations, co-creation and learning personal financial stewardship in Isixhosa

Subscribe to this channel

You can subscribe to new audio episodes published on this channel. You can follow updates using the channel's RSS feed, or via other audio platforms you may already be using.

RSS Feed

You can use any RSS feed reader to follow updates, even your browser. We recommend using an application dedicated to listening podcasts for the best experience. iOS users can look at Overcast or Castro. Pocket Casts is also very popular and has both iOS and Android versions. Add the above link to the application to follow this podcast channel.

Spotify

This channel is available on Spotify. Follow the link above to view episodes on Spotify.

Signup to iono.fm

Sign up for a free iono.fm user account to start building your playlist of podcast channels. You'll be able to build a personalised RSS feed you can follow or listen with our web player.
16
AUG

Isiqendu 36 | Umthetho nepokotho xa uliqabane okanye utshatile

Incoko kunye no Tina Hokwana oligqwetha nomfundisi kwezomthetho malunga neendlela umthetho ochaphazela iindlela zobuqabane.

Today's conversation with Tina Hokwana, an admitted attorney and academic in legal studies about some of the ways in which law features in different types of romantic relationships.
03
AUG

Isiqendu 35 | eMandulo - incoko no Onezwa Mbola

Incoko yethu namhlanje imalunga neshishini lase Dwesa ku Gatyana elisandula ukusungulwa ngo Onezwa Mbola

In today's conversation we chat to entrepreneur Onezwa Mbola about an innovative new business that she recently started from her rural home of Dwesa in Willowvale in the Eastern Cape
28
JUL

Isiqendu 34 | Incoko nge RSA Retail Savings Bonds

Siphendula umbuzo ohlala ubuzwa rhoqo wokuba "yeyiphi indawo eright yoku investa?".
iRSA Retail Savings Bonds yindlela yokutyala imali eyenzelwe ukukhuthaza abemi beli lomzantsi Afrika ukuba bonge. Uyakwazi ukuziyela ngqo uzityalele imali yakho ne National Treasury.
20
MAY

Isiqendu 031 | Siphendula umbuzo nge life insurance

Sisiqendu sokuqala sika Season 3 - siphendula imibuzo yakho sihlobo. Nawe ungathumela iVN ku Facebook, Instagram, Twitter or Whatsapp 072 650 7641 uwubuze umbuzo wakho ngendlela esikhokhelayo ukuze siphendule kanye emgceni wesihloko eso.
20
APR

Episode 030 | Answering your questions: education funds

Friends, we're doing things slightly differently on this episode and sharing with you a conversation on education funds. Please take note of the phrases: risk products and savings and investment products.

Zihlobo, sitshintsha ikhasi. Siphendula umbuzo womnye wezihlobo zethu omalunga nokugcinela abantwana imali yokubafundisa. Kukho iindidi ezihlukileyo ke ekuthiwa zi risk products ezinye zi investment products. Kufuneka ke wena ube uyayazi ukuba yeyiphi na le unayo.
16
MAR

Isiqendu 025 | Incoko ngendleko zempilo kunye no Dr Lungi Nyathi

Sincokola kunye no Dr Lungi Nyathi malunga nendlela zokukhawulelana nendleko zempilo ezifana ne medical aid, health insurance kunye ne hospital cover.

In today's discussion we chat to Dr Lungi Nyathi about how to cover healthcare costs using products such as medical aid, health insurance or hospital cover.

53 episodes

« Back 13—24 More »